New Lyrics

Berita Ft Bongane Sax – Geleza Lyrics

Berita Ft Bongane Sax - Geleza Lyrics
Berita Ft Bongane Sax – Geleza Lyrics

Berita Ft Bongane Sax – Geleza Lyrics. Ndikuthanda naxa uphoxa
Andihambi naxa undidika
Andisuki naxa undigxotha
Andiyiboni enondisusa la

Ooooo oooo
Luyageleza uthandolwam kuwe
Luyaphalaza uthandolwam kuwe
Luyageleza uthandolwam kuwe
Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Akekho maniingi endinawo
Akho mail ezondithenga

Zatatata Tata tata ooooo
Zatatata Tata Tata ooooo

Luyageleza uthandolwam kuwe
Luyaphalaza uthandolwam kuwe
Luyageleza uthandolwam kuwe
Luyaphalaza uthandolwam kuwe

Luyazehlela Luthando lwam kuwe
Luyaziphumela Luthando lwam kuwe
Luyaduduma uthandolwam kuwe
Luyazehlela uthandolwam kuwe
Luyabhioza uthando lwami kuwe
Luyachaphaka uthando lwam kuwe

Zatatata Tata tata ooooo
Zatatata Tata Tata ooooo
Ooh ohhh

Luyabhioza uthando lwami kuwe

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Luyachaphaka uthando lwam kuwe

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Zatatata Tata tata ooooo
Zatatata Tata Tata ooooo
Ooh ohhh

Ehhhh

Luphuma ngenhliziyo ooo ooo
Luphuma ngenhliziyo ooo ooo
Luphuma ngenhliziyo ooo ooo

Ajebo Hustlers Ft Davido – Barawo (Remix) Lyrics

Related Articles

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Check Also
Close
Back to top button